MyLyricsFinder

Indlela

Nathi

Lyrics

Ub'ubuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde ubuy'udlalise ngam Ub'ubuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde uvum'udlalisa ngam Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde uvum'udlalisa ngam Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde uvum'udlalisa ngam Ndibonis'indlela ke, indlela ofun'ukuthandwa ngayo Ndiyabona aw'kayaz'indlela, indlela ofun'ukuthandwa ngayo Ndiyabona awuyaz'indlela, indlela ofun'ukuthandwa ngayo Ub'ubuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde uvum'udlalise ngam Ub'ubuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde uvum'udlalisa ngam Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde uvum'udlalisa ngam Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo Ubungasoz'uphinde uvum'udlalisa ngam Ndibonis'indlela ke, indlela ofun'ukuthandwa ngayo Ndiyabona awuyaz'indlela, indlela ofun'ukuthandwa ngayo