MyLyricsFinder

Sabela

Nathi

00:38.38 “Oh oh oh ndiyabuza Oh oh oh ndiyabuza”

Lyrics Timed, click a line to jump

Kutheni uzozixakekisa ngendaba zam ezingakufuniyo, Uzovi ngathi uyabizwa
Khona Kutheni uzozixakekisa ngendaba zam ezingakufuniyo, phendula ndiyabuza
Oh oh oh ndiyabuza Oh oh oh ndiyabuza
Sabela uyabizwa oh oh oh Sabela uyabizwa
Bendisiv'ilizwi endlebeni lithetha nam lisith'ubiziwe
Ndiyabuza ndibizwa ngubani na