MyLyricsFinder

Kuwe

Ntando

Lyrics

Oooh, wee oh wee Babeee Mamela Nomthandazo Sendim' lo way'zolo Andika shintshi ingqondo Ndisaphambene kumna nguwe Kavele ndi'range' ngaphandle kwakho Soze ndisuke mna eqaleni lakho Mihla nemini nditsho hoxo Ndazidla ngawe Ooh ind'bumbela igama elingapheli eyi Uthando lwethu laske lungapheli Inzama ke lendawo qhowa elihle Nikela kuwe (kuwe) Ndiz'nikela kuwe (kuwe) ×3 Nikela kuwe (kuwe) Ndiz'nikela kuwe (kuwe) ×3 Mna ndonke January Decenber ndifuna ukuba nawe Soze nd'lale ngalon'ithuba lam' Ndizawuthi ngake mna lapha kuwe×2 Kuwe, andisoze ndikwazi uk'phila ngaphandle kwakho Ndizawu fela kuwe ntombi yam' Ndizawuphelela kweli gciyazana mna Mna ndonke REPEAT CHORUS Ubomi bam' Mamela Nomthandazo Sendim' lo way'zolo Andika shintshi ingqondo Ndisaphambene kumna ngawe Ndiyekele ndihambeee Ohh ngaphandle kwakho(kwakho) Ndingasangana ntomb'yami Kwezinsuku ndingaphambana Ndicela ixesha(ixesha) Ndicela utate nawe Ntombi yam' nguwe endimthandayo Yeeah eey...